2 Samuweli 17:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UAmasa+ ke wayebekwe nguAbhisalom esikhundleni sikaYowabhi+ phezu komkhosi; yaye uAmasa wayengunyana wendoda egama linguItra+ umSirayeli, owaba neentlobano zokwazana noAbhigali+ intombi kaNahashe, udade boTseruya, unina kaYowabhi.
25 UAmasa+ ke wayebekwe nguAbhisalom esikhundleni sikaYowabhi+ phezu komkhosi; yaye uAmasa wayengunyana wendoda egama linguItra+ umSirayeli, owaba neentlobano zokwazana noAbhigali+ intombi kaNahashe, udade boTseruya, unina kaYowabhi.