Duteronomi 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.
3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.