IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:61
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 61 Yaye intliziyo yenu imele iphelele+ kuYehova uThixo wethu ngokuhamba ngemimiselo yakhe nangokugcina imiyalelo yakhe njengoko kunjalo namhlanje.”

  • 2 Kumkani 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+

  • INdumiso 101:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ndiza kwenza ngokunengqiqo ngendlela engenasiphoso.+

      Uya kuza nini na kum?+

      Ndiya kuhamba ngengqibelelo yentliziyo yam ngaphakathi endlwini yam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share