IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 17:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+

  • 1 Kumkani 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ukuze uYehova aliphumeze ilizwi lakhe awalithethayo ngam,+ esithi, ‘Ukuba oonyana bakho+ baya kuyinyamekela indlela yabo ngokuhamba+ enyanisweni+ phambi kwam ngayo yonke intliziyo yabo+ nangawo wonke umphefumlo wabo, akukho mntu wakho uya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni yakwaSirayeli.’+

  • 1 Kumkani 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 USolomon wathi: “Wena ngokwakho umenzele ububele bothando obukhulu+ umkhonzi wakho uDavide ubawo njengoko wayehamba phambi kwakho enyanisweni nasebulungiseni+ nangokuthi tye kwentliziyo kuwe; yaye waqhubeka ubugcinile kuye obu bubele bothando bukhulu, kangangokuba wamnika unyana ukuba ahlale etroneni yakhe njengalo mhla.+

  • Luka 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bobabini babengamalungisa+ phambi koThixo ngenxa yokuhamba ngokungenakusoleka+ ngokuvumelana nayo yonke imiyalelo+ neemfuneko ezisemthethweni+ zikaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share