1 Kumkani 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu, kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+ 1 Kronike 28:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli.
19 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu, kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+
5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli.