2 Samuweli 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yiyo ke eya kulakhela indlu igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani bayo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ 2 Kronike 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu,+ kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+
13 Yiyo ke eya kulakhela indlu igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani bayo ukusa kwixesha elingenammiselo.+
9 Kuphela wena akuyi kuyakha ngokwakho indlu,+ kodwa unyana wakho ophuma esinqeni sakho nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+