1 Kronike 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYahati waba yintloko, waza uZiza waba ngowesibini. Ke yena uYewushe noBheriya, babengenanyana baninzi; ngoko baba ngabodidi olusemthethweni endlwini yooyise.+
11 UYahati waba yintloko, waza uZiza waba ngowesibini. Ke yena uYewushe noBheriya, babengenanyana baninzi; ngoko baba ngabodidi olusemthethweni endlwini yooyise.+