Genesis 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.” INdumiso 68:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 UThixo uyoyikeka kwingcwele yakho ezukileyo.+UnguTHIXO kaSirayeli, unika amandla, kwanokomelela ebantwini.+Makabongwe uThixo.+
28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”
35 UThixo uyoyikeka kwingcwele yakho ezukileyo.+UnguTHIXO kaSirayeli, unika amandla, kwanokomelela ebantwini.+Makabongwe uThixo.+