IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 16:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+

  • INdumiso 18:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 UTHIXO oyinyaniso nguLowo undibhinqisa ngokuqinileyo ngamandla,+

      Yaye uya kuyenza igqibelele indlela yam,+

  • INdumiso 28:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 UYehova ungamandla kubantu bakhe,+

      Kwaye uligwiba losindiso oluzukileyo labathanjiswa bakhe.+

  • Isaya 40:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Unika odiniweyo amandla;+ nalowo ungenamandla makhulu+ umenza aphuphume ukomelela okupheleleyo.

  • 1 Petros 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nabani na othethayo, makavakalise izibhengezo ezingcwele+ zikaThixo; nabani na olungiselelayo,+ makalungiselele exhomekeke emandleni awanikwa nguThixo;+ khon’ ukuze kuzo zonke izinto uThixo azukiswe+ ngoYesu Kristu. Uzuko+ namandla ngawakhe ngonaphakade kanaphakade. Amen.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share