Isaya 40:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Phakamiselani amehlo enu phezulu nize nibone. Ngubani na odale ezi zinto?+ NguLowo uzisa umkhosi wazo kanye ngokwenani, uzibiza nangegama xa zizonke.+ Ngenxa yamandla amakhulu,+ kanjalo womelele ngamandla, akukho nanye esalayo. Hoseya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Esiswini wambamba umntakwabo ngesithende,+ yaye ngamandla akhe amakhulu wasukuzana noThixo.+
26 “Phakamiselani amehlo enu phezulu nize nibone. Ngubani na odale ezi zinto?+ NguLowo uzisa umkhosi wazo kanye ngokwenani, uzibiza nangegama xa zizonke.+ Ngenxa yamandla amakhulu,+ kanjalo womelele ngamandla, akukho nanye esalayo.