2 Samuweli 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Nkosi enguMongami Yehova? Iyintoni na yona indlu yam ukuba undibeke kwindawo ondibeke kuyo?
18 UKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna,+ Nkosi enguMongami Yehova? Iyintoni na yona indlu yam ukuba undibeke kwindawo ondibeke kuyo?