Yobhi 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Njengentyatyambo uyavela aze anqunyulwe,+Yaye ubaleka emke njengesithunzi+ angaqhubeki ekho. Yakobi 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+
14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+