IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 103:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yena ke umntu ofayo, imihla yakhe injengaleyo yengca eluhlaza;+

      Indlela atyatyamba ngayo injengeyentyatyambo yasendle.+

  • Isaya 40:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Phulaphula! Uthile uthi: “Memeza!”+ Omnye uthi: “Ndiya kumemeza ndithini na?”

      “Yonke inyama iyingca eluhlaza, yaye bonke ububele bayo bothando bunjengentyatyambo yasendle.+

  • Yakobi 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+

  • 1 Petros 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba “yonke inyama injengengca, yaye lonke uzuko lwayo lunjengentyatyambo yengca;+ ingca iyabuna, nentyatyambo iyavuthuluka,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share