2 Samuweli 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UDavide wayeneminyaka engamashumi amathathu ubudala ukuba ngukumkani kwakhe. Walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amane.+ 1 Kumkani 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye imihla awalawula ngayo uDavide kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron+ wayelawule iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem wayelawule iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+
4 UDavide wayeneminyaka engamashumi amathathu ubudala ukuba ngukumkani kwakhe. Walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amane.+
11 Yaye imihla awalawula ngayo uDavide kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron+ wayelawule iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem wayelawule iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+