ABagwebi 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngelo xesha kwakukho ndoda ithile yaseTsora+ yentsapho yamaDan,+ kwaye igama layo yayinguManowa.+ Umfazi wayo wayeludlolo engazalanga mntwana.+ 1 Kronike 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke yena uRehaya+ unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Ezi ziintsapho zamaTsorati.+
2 Ngelo xesha kwakukho ndoda ithile yaseTsora+ yentsapho yamaDan,+ kwaye igama layo yayinguManowa.+ Umfazi wayo wayeludlolo engazalanga mntwana.+
2 Ke yena uRehaya+ unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Ezi ziintsapho zamaTsorati.+