2 Kronike 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula,+ yaye walawula eYerusalem unyaka omnye. Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri.+
2 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula,+ yaye walawula eYerusalem unyaka omnye. Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri.+