2 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+ 2 Kumkani 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi akusiva uAtaliya isandi sokubaleka kwabantu, kwaoko weza ebantwini endlwini kaYehova.+
11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+