2 Kumkani 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYosiya+ wayeneminyaka esibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu ananye eYerusalem. Igama likanina lalinguYedida intombi ka-Adaya waseBhotsekati.+ Mateyu 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 uHezekiya wazala uManase;+uManase+ wazala uAmon;+uAmon+ wazala uYosiya;
22 UYosiya+ wayeneminyaka esibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu ananye eYerusalem. Igama likanina lalinguYedida intombi ka-Adaya waseBhotsekati.+