2 Kumkani 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+ 2 Kronike 36:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+
17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+
11 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+