2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+ Yeremiya 52:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula,+ yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+ Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.+
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
52 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula,+ yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+ Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.+