1 Kronike 2:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Iintsapho zababhali ababehlala eYabhetse+ yayingamaTirati, amaShimeyati, amaSukati. La yayingamaKeni+ awayevela kuHamati uyise wabendlu kaRekabhi.+
55 Iintsapho zababhali ababehlala eYabhetse+ yayingamaTirati, amaShimeyati, amaSukati. La yayingamaKeni+ awayevela kuHamati uyise wabendlu kaRekabhi.+