Genesis 48:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ingelosi endihlanguleyo kuyo yonke intlekele,+ ngamana ingawasikelela la makhwenkwe.+Igama lam malibizwe phezu kwawo negama loobawo, uAbraham noIsake,+Mawande abe maninzi emhlabeni.”+ INdumiso 50:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+
16 Ingelosi endihlanguleyo kuyo yonke intlekele,+ ngamana ingawasikelela la makhwenkwe.+Igama lam malibizwe phezu kwawo negama loobawo, uAbraham noIsake,+Mawande abe maninzi emhlabeni.”+