INdumiso 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Umnikile umnqweno wentliziyo yakhe,+Nomnqweno wemilebe yakhe awalanga nayo.+ Seʹlah. INdumiso 66:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Enyanisweni uThixo uvile;+Unikele ingqalelo kwilizwi lomthandazo wam.+ Mateyu 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa. Mateyu 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye zonke izinto enizicela emthandazweni, ninokholo, niya kuzifumana.”+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+ 1 Yohane 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye sinentembelo yokuba,+ kungakhathaliseki ukuba yintoni na esiyicelayo ngokuvumelana nokuthanda kwakhe, uyasiva.+
7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
14 Yaye sinentembelo yokuba,+ kungakhathaliseki ukuba yintoni na esiyicelayo ngokuvumelana nokuthanda kwakhe, uyasiva.+