Yoshuwa 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Koko uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umntakwabo Kalebhi, wayithimba. Ngako oko wamnika uAkesa+ intombi yakhe ukuba ibe ngumfazi wakhe.
17 Koko uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umntakwabo Kalebhi, wayithimba. Ngako oko wamnika uAkesa+ intombi yakhe ukuba ibe ngumfazi wakhe.