Numeri 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kwisizwe sakwaYuda, nguKalebhi+ unyana kaYefune; Numeri 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa unyana kaNun+ noKalebhi unyana kaYefune,+ ababekwabo babelihlolile ilizwe, bazikrazula izambatho zabo,+ Yoshuwa 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko oonyana bakaYuda baya kuYoshuwa eGiligali,+ yaye uKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi+ wathi kuye: “Wena ulazi kakuhle ilizwi awalithethayo uYehova+ kuMoses umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ngokubhekisele kum nangokubhekisele kuwe eKadeshe-bharneya.+
6 UYoshuwa unyana kaNun+ noKalebhi unyana kaYefune,+ ababekwabo babelihlolile ilizwe, bazikrazula izambatho zabo,+
6 Ngoko oonyana bakaYuda baya kuYoshuwa eGiligali,+ yaye uKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi+ wathi kuye: “Wena ulazi kakuhle ilizwi awalithethayo uYehova+ kuMoses umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ngokubhekisele kum nangokubhekisele kuwe eKadeshe-bharneya.+