Genesis 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uAbraham wavuka ekuseni, wathabatha isonka nentsuba yamanzi, wanika uHagare,+ ebeka egxalabeni lakhe, kunye nomntwana,+ waza wamndulula. Wahamba waza wabhadu-bhadula entlango yaseBher-shebha.+ Yoshuwa 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye kwilifa labo baba neBher-shebha+ neShebha, neMolada,+
14 Ngoko uAbraham wavuka ekuseni, wathabatha isonka nentsuba yamanzi, wanika uHagare,+ ebeka egxalabeni lakhe, kunye nomntwana,+ waza wamndulula. Wahamba waza wabhadu-bhadula entlango yaseBher-shebha.+