Genesis 29:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wamitha ke uLeya, wazala unyana, wamthiya igama elinguRubhen,+ kuba wayesithi: “Kungenxa yokuba uYehova uzikhangele iintsizi zam,+ yaye ngoku indoda yam iya kundithanda.”
32 Wamitha ke uLeya, wazala unyana, wamthiya igama elinguRubhen,+ kuba wayesithi: “Kungenxa yokuba uYehova uzikhangele iintsizi zam,+ yaye ngoku indoda yam iya kundithanda.”