Genesis 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathi ke uLeya: “UThixo uye wandipha, ewe, mna lo kanye, isipho esilungileyo. Ekugqibeleni indoda yam iya kundinyamezela,+ kuba ndiyizalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.+ 1 Samuweli 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nomfazi owayesukuzana naye wamqumbisa+ kakhulu ukuze amenze azive ephazamisekile ngenxa yokuba uYehova wayesivalile isibeleko sakhe. Luka 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Le yindlela uYehova aqhubene ngayo nam kule mihla xa endinike ingqalelo yakhe ukuba alususe ungcikivo lwam phakathi kwabantu.”+
20 Wathi ke uLeya: “UThixo uye wandipha, ewe, mna lo kanye, isipho esilungileyo. Ekugqibeleni indoda yam iya kundinyamezela,+ kuba ndiyizalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.+
6 Nomfazi owayesukuzana naye wamqumbisa+ kakhulu ukuze amenze azive ephazamisekile ngenxa yokuba uYehova wayesivalile isibeleko sakhe.
25 “Le yindlela uYehova aqhubene ngayo nam kule mihla xa endinike ingqalelo yakhe ukuba alususe ungcikivo lwam phakathi kwabantu.”+