Numeri 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli. Yoshuwa 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 neYahatsa+ neKedemoti+ neMefehati,+
23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli.