Genesis 50:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UYosefu wabona oonyana bakaEfrayim besizukulwana sesithathu,+ kwanoonyana bakaMakire,+ unyana kaManase. Bazalelwa emadolweni kaYosefu.+ Numeri 26:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngabo aba oonyana bakaManase:+ KuMakire+ yintsapho yamaMakire. UMakire wazala uGiliyadi.+ KuGiliyadi yintsapho yamaGiliyadi. Numeri 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Zasondela iintombi zikaTselofehadi+ unyana kaHefere unyana kaGiliyadi unyana kaMakire unyana kaManase,+ weentsapho zakwaManase unyana kaYosefu. Ngawo ke la amagama eentombi zakhe ezo: NguMahala, uNowa noHogela noMilka noTirtsa.+ Duteronomi 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UMakire+ ndamnika iGiliyadi.+
23 UYosefu wabona oonyana bakaEfrayim besizukulwana sesithathu,+ kwanoonyana bakaMakire,+ unyana kaManase. Bazalelwa emadolweni kaYosefu.+
29 Ngabo aba oonyana bakaManase:+ KuMakire+ yintsapho yamaMakire. UMakire wazala uGiliyadi.+ KuGiliyadi yintsapho yamaGiliyadi.
27 Zasondela iintombi zikaTselofehadi+ unyana kaHefere unyana kaGiliyadi unyana kaMakire unyana kaManase,+ weentsapho zakwaManase unyana kaYosefu. Ngawo ke la amagama eentombi zakhe ezo: NguMahala, uNowa noHogela noMilka noTirtsa.+