Nehemiya 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+ Nehemiya 12:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 noonyana bababingeleli benamaxilongo+ uZekariya unyana kaYonatan unyana kaShemaya unyana kaMataniya unyana kaMikaya unyana kaZakure+ unyana ka-Asafu,+
17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+
35 noonyana bababingeleli benamaxilongo+ uZekariya unyana kaYonatan unyana kaShemaya unyana kaMataniya unyana kaMikaya unyana kaZakure+ unyana ka-Asafu,+