8 AbaLevi nawo onke amaYuda benza ngokuvumelana nako konke oko uYehoyada+ umbingeleli wayekuyalele.+ Ngoko bathabatha ngamnye amadoda akhe awayengena ngesabatha kunye nalawo ayephuma ngesabatha,+ kuba uYehoyada umbingeleli akazange azikhulule+ kwizabelo ezi zahlulo.