2 Kumkani 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Iintloko zamakhulu+ zenza ngokuvumelana nako konke oko uYehoyada umbingeleli wayekuyalele. Ngoko zathabatha nganye amadoda ayo awayengena ngesabatha,+ kunye nalawo ayephuma ngesabatha, zeza kuYehoyada umbingeleli.
9 Iintloko zamakhulu+ zenza ngokuvumelana nako konke oko uYehoyada umbingeleli wayekuyalele. Ngoko zathabatha nganye amadoda ayo awayengena ngesabatha,+ kunye nalawo ayephuma ngesabatha, zeza kuYehoyada umbingeleli.