Nehemiya 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko.
11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko.