IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 29:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Iinkosana+ zezindlu zooyise+ neenkosana+ zezizwe zikaSirayeli neentloko zamawaka+ nezamakhulu+ neentloko zomsebenzi+ kakumkani zanikela ngokuzithandela.

  • 2 Kronike 32:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 wandula wagqiba neenkosana+ zakhe namadoda akhe anamandla ukuba avingce imithombo yamanzi eyayingaphandle kwesixeko;+ ngoko zamnceda.

  • Ezra 10:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko, iinkosana zethu+ mazincede zibe ngabameli bebandla lonke; yaye, bonke abo bakwizixeko zethu abaye banika abafazi basemzini indawo yokuhlala, mabeze kunye namadoda amakhulu esixeko ngasinye nabagwebi baso ngamaxesha amiselweyo, de sikuthothise ukuvutha komsindo kaThixo wethu kuthi, ngalo mbandela.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share