ABagwebi 9:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Ngoko wakhawuleza wabiza umlindi owayethwele izixhobo zakhe wathi kuye: “Rhola ikrele lakho undibulale,+ ngokoyikela ukuba baya kuthi ngam, ‘Ubulewe ngumfazi.’” Ngokukhawuleza umlindi wakhe wamhlaba, waza wafa.+ 2 Samuweli 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wathi, ‘Nceda, khawume phezu kwam uze ngokuqinisekileyo undibulale, kuba ndibanjwe yinkantsi, ngenxa yokuba wonke umphefumlo wam+ usekum.’
54 Ngoko wakhawuleza wabiza umlindi owayethwele izixhobo zakhe wathi kuye: “Rhola ikrele lakho undibulale,+ ngokoyikela ukuba baya kuthi ngam, ‘Ubulewe ngumfazi.’” Ngokukhawuleza umlindi wakhe wamhlaba, waza wafa.+
9 Wandula ke wathi, ‘Nceda, khawume phezu kwam uze ngokuqinisekileyo undibulale, kuba ndibanjwe yinkantsi, ngenxa yokuba wonke umphefumlo wam+ usekum.’