IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko amaFilisti ambamba aza awakrukra amehlo akhe,+ amhlisa amzisa eGaza,+ ambopha ngamakhamandela amabini obhedu;+ waza waba ngumsili+ endlwini yentolongo.+

  • ABagwebi 16:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke zona iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti, zahlanganisana ndawonye ukuze zibingelele umbingelelo omkhulu kuDagon+ uthixo wawo nokuze zibe nemihlali, kwaye zaqhubeka zisithi: “Uthixo wethu umnikele esandleni sethu uSamson utshaba lwethu!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share