IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye uDavide wahlala apho kwigwiba, yaye labizwa ngokuba sisiXeko sikaDavide; waza uDavide wakha macala onke esusela eSigangeni+ nangaphakathi.

  • 2 Samuweli 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UDavide akazange avume ukuyishenxisa ityeya kaYehova ayise kuye kwisiXeko sikaDavide.+ Ngoko uDavide wathi mayithwalelwe ecaleni kwindlu kaObhedi-edom+ umGati.+

  • 1 Kumkani 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uDavide walala kookhokho bakhe,+ wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share