IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INgoma yazo iiNgoma 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiyintombi emnyama, kodwa ebukekayo, zintombi zaseYerusalem,+ njengeentente zakwaKedare,+ kanti njengamalaphu eentente+ zikaSolomon.

  • Isaya 21:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Nabo baseleyo kwinani labantu abadubula ngesaphetha, amadoda anamandla koonyana bakaKedare, baya kuba mbalwa,+ kuba uYehova, uTHIXO kaSirayeli, uthethile.”+

  • Hezekile 27:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share