2 Kwaye kwabakho iqashiso loonyana bakaManase ababesele ngokweentsapho zabo, loonyana baka-Abhi-ezere+ noonyana bakaHeleki+ noonyana baka-Asriyeli noonyana bakaShekem+ noonyana bakaHefere noonyana bakaShemida.+ Aba yayingoonyana bakaManase unyana kaYosefu, amadoda ngokweentsapho zawo.