19 Ngokubhekele phaya, wabahlulela+ bonke abantu, isihlwele siphela sakwaSirayeli, indoda kwakunye nomfazi, ngamnye iqebengwana lesonka elibusazinge neqebengwana ledatilisi neqebengwana lerasintyisi,+ ekwathi emva koko bonke abantu baya elowo endlwini yakhe.