1 Samuweli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko eza amadoda aseKiriyati-yarim+ ayinyusa ityeya kaYehova aza ayithabathela endlwini ka-Abhinadabhi+ endulini, yaye angcwalisa uEleyazare unyana wakhe ukuba alinde ityeya kaYehova.
7 Ngako oko eza amadoda aseKiriyati-yarim+ ayinyusa ityeya kaYehova aza ayithabathela endlwini ka-Abhinadabhi+ endulini, yaye angcwalisa uEleyazare unyana wakhe ukuba alinde ityeya kaYehova.