2 Samuweli 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+ 1 Kronike 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UDavide wamhlanganisa+ wonke uSirayeli ukususela kumlambo waseYiputa+ ukusa ekungeneni eHamati,+ ukuze kulandwe ityeya+ yoTHIXO oyinyaniso eKiriyati-yarim.+
2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+
5 UDavide wamhlanganisa+ wonke uSirayeli ukususela kumlambo waseYiputa+ ukusa ekungeneni eHamati,+ ukuze kulandwe ityeya+ yoTHIXO oyinyaniso eKiriyati-yarim.+