-
1 Kumkani 1:47INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
47 Kwaye, enye into, abakhonzi bakakumkani baye bafika beze kunqwenelela inkosi yethu uKumkani uDavide okuhle, besithi, ‘Wanga uThixo wakho angenza igama likaSolomon libe nobungangamsha ngakumbi kunegama lakho, yaye wanga angayenza itrone yakhe ibe nkulu ngakumbi kunetrone yakho!’+ Ukumkani uye waqubuda emandlalweni.+
-