Yoshuwa 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+