1 Kumkani 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati ukumkani wakwaYuda babehleli elowo etroneni yakhe, bambethe izambatho,+ esandeni kwisango laseSamariya; yaye bonke abaprofeti babeprofeta phambi kwabo.+
10 Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati ukumkani wakwaYuda babehleli elowo etroneni yakhe, bambethe izambatho,+ esandeni kwisango laseSamariya; yaye bonke abaprofeti babeprofeta phambi kwabo.+