Numeri 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+ 1 Kumkani 22:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke kaloku uYehova ubeke umoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke aba baprofeti bakho;+ kodwa uYehova uthethe intlekele ngawe.”+ Hezekile 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ke, ukuba uthe wamlumkisa ongendawo+ aze yena okunene angabuyi kubungendawo bakhe nasendleleni yakhe engendawo, uya kufa ngesiphoso sakhe;+ kodwa wena, uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.+
19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+
23 Ke kaloku uYehova ubeke umoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke aba baprofeti bakho;+ kodwa uYehova uthethe intlekele ngawe.”+
19 Kodwa ke, ukuba uthe wamlumkisa ongendawo+ aze yena okunene angabuyi kubungendawo bakhe nasendleleni yakhe engendawo, uya kufa ngesiphoso sakhe;+ kodwa wena, uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.+