IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 23:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+

      Akanyana waluntu ukuba azisole.+

      Etshilo nje yena akayi kwenza na,

      Ethethile nje akayi kuphumeza na?+

  • 1 Kumkani 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Ke kaloku wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uyiyeke yahamba indoda ebinikelwe kum ukuze itshabalale,+ umphefumlo wakho umele uthabathele indawo umphefumlo wayo,+ nabantu bakho indawo yabantu bayo.’”+

  • 2 Kronike 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ke kaloku uYehova ubeke umoya wenkohliso emlonyeni waba baprofeti bakho;+ kodwa uYehova uthethe intlekele ngawe.”+

  • Isaya 55:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share