2 Kronike 35:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Abatoli bamtola+ uKumkani uYosiya, kangangokuba ukumkani wathi kubakhonzi bakhe: “Ndothuleni, kuba ndingxwelerheke kakhulu.”+ INdumiso 34:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intlekele iya kumbulala lowo ungendawo;+Nabo bamthiyileyo olilungisa baya kugqalwa njengabanetyala.+
23 Abatoli bamtola+ uKumkani uYosiya, kangangokuba ukumkani wathi kubakhonzi bakhe: “Ndothuleni, kuba ndingxwelerheke kakhulu.”+
21 Intlekele iya kumbulala lowo ungendawo;+Nabo bamthiyileyo olilungisa baya kugqalwa njengabanetyala.+