IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yaye uYehu waqubula isaphetha+ sakhe waza watola kuYehoram phakathi kweengalo, kangangokuba utolo lwaphumela entliziyweni yakhe, wathi folokohlo kwinqwelo yakhe yokulwa.+

  • 2 Kronike 18:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwakukho indoda eyayigoba isaphetha ngobumsulwa, kodwa yabetha+ ukumkani wakwaSirayeli phakathi kwezihlomo nesambatho sentsimbi, kangangokuba wathi kumqhubi wenqwelo:+ “Jika isandla sakho, undikhuphe kule nkampu, ngenxa yokuba ndingxwelerheke kakubi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share